Yayiloluphi usuku lokuqala ukugqibela kwakho ukuya exesheni?
Khetha inyanga nosuku. Cinga ngoba yayilusuku olunjani: Kwakuyimpelaveki okanye Kwaku Phakathi evekini? Wawuse msebenzini okanye eskolweni okanye ekhaya? Ingaba kwakukho umsitho owawuqhubeka, umbhiyozo okanye itheko lesikolo?
Namhlanje uneentsuku eziy … ukhulelwe (… iiveki eziy … Kunye neentsuku eziy).
Inkonzo yethu yokukhupha isisu kwi-intanethi inokukunceda ukuba amayeza kulindeleke ukuba afike ngaphambi kweeveki ezili-14 zokukhulelwa kwaye awunazo ezinye iingxaki zempilo.
